GOOD WASTE MANAGEMENT PRACTICES GOOD WASTE MANAGEMENT PRACTICES What is DUMPING? What is DUMPING? Dumping is when people, for their own convenience, throw down waste materials such as building rubble, empty containers, medical waste, garden refuse and household rubbish in open areas that are not set aside for proper waste disposal. Dumping is when people, for their own convenience, throw down waste materials such as building rubble, empty containers, medical waste, garden refuse and household rubbish in open areas that are not set aside for proper waste disposal. Why you should not dump: What can you do? Why you should not dump: What can you do? • It is expensive to remove (up to 10 times more than normal • Dispose of your waste only in bins and at approved • It is expensive to remove (up to 10 times more than normal • Dispose of your waste only in bins and at approved disposal costs) and the ratepayer funds (pays for) it • It makes your neighbourhood look ugly • It allows pests like flies, ticks and cockroaches to breed drop-off/landfill sites dangerous infections • Obtain additional bins if you need them • Report dumping • It allows pests like flies, ticks and cockroaches • Report dumping dumping on it • Separate your waste for recycling • Sharp materials like glass and rusty metal can cause injuries • Glass, metal and paper can be recycled and sold to appropriate recycling companies • Rubbish smells • Educate and make others aware of the importance • It can block drains and pollute our waterways drop-off/landfill sites • Obtain additional bins if you need them • Fence off your property to prevent others from • Materials like medical waste can spread disposal costs) and the ratepayer funds (pays for) it • It makes your neighbourhood look ugly of keeping your environment clean, litter free and healthy to breed • Fence off your property to prevent others from • Materials like medical waste can spread dangerous infections dumping on it • Separate your waste for recycling • Sharp materials like glass and rusty metal can cause injuries • Glass, metal and paper can be recycled and sold to appropriate recycling companies • Rubbish smells • Educate and make others aware of the importance • It can block drains and pollute our waterways of keeping your environment clean, litter free and healthy Should you wish report any dumping where an offender or vehicle registration can be identified Should you wish report any dumping where an offender or vehicle registration can be identified please call 021 400 6157 or email SolidWaste.Bylaw@capetown.gov.za or please call 021 400 6157 or email SolidWaste.Bylaw@capetown.gov.za or If the offender is unknown, please report the incident to the City’s call centre on If the offender is unknown, please report the incident to the City’s call centre on 0860 103 089 or email Wastewise.User@capetown.gov.za 0860 103 089 or email Wastewise.User@capetown.gov.za Report illegal dumping! Report illegal dumping! IMISEBENZI ELUNGILEYO YOLAWULO LWENKUNKUMA IMISEBENZI ELUNGILEYO YOLAWULO LWENKUNKUMA Yintoni ukulahlwa KWENKUNKUMA? Yintoni ukulahlwa KWENKUNKUMA? Ukulahla kwenkunkuma kwenzeka xa abantu, bezilungiselela, belahla izinto eziyinkunkuma ezifana nenkunkuma yezakhiwo, iinkonxa ezingenanto, inkunkuma yamachiza, inkunkuma yasegadini nenkunkuma yasekhaya kwiindawo eziphangaleleyo ezingabekelwanga ukulahlwa kwenkunkuma ngokufanelekileyo. Ukulahla kwenkunkuma kwenzeka xa abantu, bezilungiselela, belahla izinto eziyinkunkuma ezifana nenkunkuma yezakhiwo, iinkonxa ezingenanto, inkunkuma yamachiza, inkunkuma yasegadini nenkunkuma yasekhaya kwiindawo eziphangaleleyo ezingabekelwanga ukulahlwa kwenkunkuma ngokufanelekileyo. Kutheni kungafunekanga ulahle inkunkuma: Ungenza ntoni? Kutheni kungafunekanga ulahle inkunkuma: Ungenza ntoni? • Kuye kubelixabiso eliphezulu ukuyisusa (ngokuphindene kali-10 • Lahla inkunkuma yakho kuphela kwimigqomo nakwiindawo/ • Kuye kubelixabiso eliphezulu ukuyisusa (ngokuphindene kali-10 • Lahla inkunkuma yakho kuphela kwimigqomo nakwiindawo/ ngaphezulu kweendleko zokulahlwa kwenkunkuma yesiqhelo) kwakhona kuye kubeziindleko zomhlawuli werhafu kwiziza eziphunyeziweyo zokulahla inkunkuma • Fumana imigqomo eyongezelelweyo ukuba uyayifuna ngaphezulu kweendleko zokulahlwa kwenkunkuma yesiqhelo) kwakhona kuye kubeziindleko zomhlawuli werhafu kwiziza eziphunyeziweyo zokulahla inkunkuma • Fumana imigqomo eyongezelelweyo ukuba uyayifuna • Kwenza indawo ibe mbi • Xela ukulahlwa kwenkunkuma • Kwenza indawo ibe mbi • Xela ukulahlwa kwenkunkuma • Kumela ukuzala kwezinambuzane ezifana neempukane, • Biyela ipropati yakho ukuthintela abanye ekulahleni • Kumela ukuzala kwezinambuzane ezifana neempukane, • Biyela ipropati yakho ukuthintela abanye ekulahleni inkunkuma kuyo imikhalane namaphela • Izinto ezifana nenkunkuma yamayeza zingasasaza izifo • Yohlula inkunkuma yakho ukwenzela ukurisayklishwa • Iglasi, isinyithi namaphepha zingarisayklishwa kwaye ezosulelayo ezinobungozi • Izinto ezibukhali ezifana neglasi nesinyithi esinerusi zingabangela zithengiswe kwiinkampani zokurisayklisha ezifanelekileyo • Fundisa kwaye wazise abanye ngokubaluleka kokugcina iingozi indalo yakho icocekile, ingenankunkuma kwaye isempilweni • Inkunkuma iyanuka • Kungabangela ukubloka kweedreyini kungcolise iindlela ezihambisa amanzi Xa ufuna ukuxela ukulahlwa kwenkunkuma apho lo ulahla inkunkuma okanye inombolo yesithuthi ingachazwayoNceda utsalele u-021 400 6157 okanye uthumele i-imeyile kwa-SolidWaste.Bylaw@capetown.gov.za okanye ukuba lo mntu ulahla inkunkuma akaziwa nceda uxele isehlo kwinombolo yesiXeko yokufowunela uncedo kwa-0860 103 089 okanye uthumele i-imeyile kwa Wastewise.User@capetown.gov.za Xela ukulahlwa kwenkunkuma okungekho mthethweni! inkunkuma kuyo imikhalane namaphela • Izinto ezifana nenkunkuma yamayeza zingasasaza izifo • Yohlula inkunkuma yakho ukwenzela ukurisayklishwa • Iglasi, isinyithi namaphepha zingarisayklishwa kwaye ezosulelayo ezinobungozi • Izinto ezibukhali ezifana neglasi nesinyithi esinerusi zingabangela zithengiswe kwiinkampani zokurisayklisha ezifanelekileyo • Fundisa kwaye wazise abanye ngokubaluleka kokugcina iingozi indalo yakho icocekile, ingenankunkuma kwaye isempilweni • Inkunkuma iyanuka • Kungabangela ukubloka kweedreyini kungcolise iindlela ezihambisa amanzi Xa ufuna ukuxela ukulahlwa kwenkunkuma apho lo ulahla inkunkuma okanye inombolo yesithuthi ingachazwayoNceda utsalele u-021 400 6157 okanye uthumele i-imeyile kwa-SolidWaste.Bylaw@capetown.gov.za okanye ukuba lo mntu ulahla inkunkuma akaziwa nceda uxele isehlo kwinombolo yesiXeko yokufowunela uncedo kwa-0860 103 089 okanye uthumele i-imeyile kwa Wastewise.User@capetown.gov.za Xela ukulahlwa kwenkunkuma okungekho mthethweni!
© Copyright 2025